Footnote
b IMIFANEKISO: UJoe uyama aze ancokole nomnye umzalwana nonyana wakhe ngoxa kucocwa iHolo YoBukumkani. Le nto yenziwa nguJoe iyamcaphukisa uMike, umzalwana asebenza naye. Uthe nqa ukuba kutheni uJoe engasebenzi elibele kukuncokola. Emva koko, uMike ubona uJoe enceda udade osele ekhulile. Le nto ayibonayo uMike imenza acinge ngakumbi ngezinto ezintle ezenziwa ngumzalwana wakhe.