Footnote
a Ngamanye amaxesha, abazalwana noodade abakwinkonzo yexesha elizeleyo kusenokufuneka bayeke umsebenzi ebebewenza kwintlangano okanye basenokunikwa omnye umsebenzi. Kweli nqaku, siza kuthetha ngeengxaki ababa nazo nangezinto abanokuzenza xa kunjalo. Kwakhona, siza kuthetha ngendlela abanye abanokubakhuthaza baze babaxhase ngayo. Emva koko, siza kuthetha ngendlela iBhayibhile engasinceda ngayo sonke xa izinto zitshintsha kubomi bethu.