Footnote
a Kweli nqaku, siza kubona ukuba kutheni simele sithobele uYehova. Kwakhona, siza kuthetha ngendlela abadala, ootata noomama abamele balisebenzise ngayo igunya abalinikwe nguYehova. Ininzi into abanokuyifunda kwiRhuluneli uNehemiya, uKumkani uDavide nakuMariya, umama kaYesu.