Footnote
a Siyazi ukuba sele kuza kubakho “imbandezelo enkulu.” Kweli nqaku siza kuphendula le mibuzo: Kuza kwenzeka ntoni kubakhonzi bakaYehova ngelo xesha? UYehova uza kufuna ukuba senze ntoni? Kufuneka sibe ngabantu abanjani ukuze sihlale sithembekile ngembandezelo enkulu?