Footnote
a Simele sizame kangangoko sinako ukuhlala singabahlobo nabazalwana noodadewethu kuba isiphelo sisondele. Kweli nqaku, siza kuphendula le mibuzo: Ziintoni esinokuzifunda kwizinto ezenzeka kuYeremiya? Ukuba nabahlobo ngoku kuza kusinceda njani xa kunzima?