Footnote
a IZibhalo zisifundisa ukuba sizimisele xa sisebenza kodwa sibe nexesha lokuphumla. Eli nqaku, liza kuthetha ngezinto esinokuzifunda kwiSabatha eyayisenziwa ngamaSirayeli, lize lisincede sizimisele xa sisebenza size sibone nokuba kuthetha ukuthini ukuphumla kuthi.