Footnote
a QAPHELA: Nangona indawo ethi “Jonga Nezi Zinto” ninganyanzelekanga ukuba niyenze xa niqhuba isifundo, funda okanye ubukele izinto ezipha xa ulungiselela. Xa usenza loo nto, uza kuyazi ukuba yintoni eza kumnceda umntu omfundelayo. Incwadi efumaneka nge-elektroniki ineelinki zeevidiyo nezinye izinto ezifundwayo.