Footnote
a UYehova ufuna abantu abangasayiyo entsimini okanye kwiintlanganiso babuyele kuye. Zininzi izinto esinokuzenza ukuze sikhuthaze abantu abapholileyo abafuna ukwamkela isimemo sikaYehova esithi: “Buyelani kum.” Kweli nqaku, siza kuthetha ngezinto esinokuzenza ukuze sibancede.