Footnote
c Abanye abantu abapholileyo banokuncedwa ngokufundelwa izahluko kwincwadi ethi Zigcineni Kuthando LukaThixo kanti abanye bona banokukhunjuzwa izinto ezikwincwadi ethi Sondela kuYehova. YiKomiti Yenkonzo Yebandla ekhetha abavakalisi abanokufundela umntu opholileyo.