Footnote
b Ngamanye amaxesha, iincwadi zethu bezifundisa ukuba asimele sithi igama likaYehova malithethelelwe. Ngoba? Kuba akekho umntu owakhe wayiphika into yokuba uThixo ufanelwe ligama elithi Yehova. Kodwa kwintlanganiso yonyaka ka-2017, indlela esiyiqonda ngayo le nto yacaciswa. Usihlalo wathi akukho nto imbi xa sithandazela ukuba igama likaYehova lithethelelwe kuba indlela aziwa ngayo imele ithethelelwe. Jonga iJW Broadcasting kaJanuwari 2018 ku-jw.org/xh. Yiya kwindawo ethi ILAYIBRARI > I-JW BROADCASTING.