Footnote
a Eli nqaku liza kusibonisa indlela ukuthanda uYehova, abazalwana noodade, nkqu neentshaba zethu okusinceda ngayo sikwazi ukuqhubeka sikhonza uYehova nokuba ihlabathi liyasicaphukela. Liza kusixelela nokuba kwakutheni ukuze uYesu athi sinokonwaba nokuba siyacatshukelwa.