Footnote
a Yintoni esinokuyenza ukuze sihlale sinomdla wokuya entsimini nokuba asifumani bantu, nabo bambalwa sibafumanayo abafuni ukusimamela? Eli nqaku liza kusicebisa ngezinye iindlela esinokushumayela ngazo ukuze sihlale sikuvuyela ukuya entsimini.