Footnote
a Kweli nqaku kuza kuthetha ngendlela uYesu awabanceda ngayo abantu baba ngabafundi bakhe nangokuba thina sinokuyenza njani loo nto. Kuza kuthethwa nangendlela esiza kuyisebenzisa ngayo incwadi entsha ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! Le ncwadi ibhalelwe ukunceda abantu esibafundelayo babhaptizwe.