Footnote
b Unokufumana ezinye izinto ezenzeke kubazalwana noodade (1) kwincwadi ethi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova kumxholo othi “IBhayibhile,” uye kwindawo ethi “Indlela Eluncedo Ngayo,” emva koko uye kwethi “’IBhayibhile Iyabutshintsha Ubomi Babantu’ (ungcelele lwamanqaku akwiMboniselo) okanye (2) yiya kuJW.ORG kwindawo ethi “Amava AmaNgqina KaYehova.”