Footnote
a UYehova usinike umsebenzi ovuyisayo wokushumayela nokufundisa abantu ukuba bazenze zonke izinto eziyalelwe nguYesu. Yintoni esenza sibe nomdla wokufundisa abantu? Zeziphi iingxaki esinokuba nazo xa sishumayela naxa sisenza abafundi? Yintoni esinokuyenza xa sinezo ngxaki? Eli nqaku liza kuphendula le mibuzo.