IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a Ukuze ekhaya kube mnandi, wonke umntu umele ayazi into ekufuneka ayenze, asebenzisane nabanye. Utata umele abe yintloko enobubele nemthandayo umfazi nabantwana bayo. Umama uyamncedisa, abantwana bona benza izinto abazali abafuna bazenze. Kunjalo nakwintsapho kaYehova. Kukho izinto uThixo wethu afuna sizenze, ukuba siyazenza, soze siphume kwintsapho yabantu abamnqulayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share