IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a Ngaba wakhe weva umntu ekudala ekhonza uYehova esithi, ‘Zange ndicinge ukuba ndakude ndibe mdala kangaka ingekafiki intshabalalo’? Kula maxesha anzima kangaka sonke sithi uYehova uza kude alitshabalalise nini eli hlabathi libi. Kuza kufuneka sibe nomonde. Eli nqaku liza kusixelela imigaqo yeBhayibhile enokusinceda sikwazi ukumlinda sinomonde uYehova. Siza kuthetha nangezinto ezimbini ekufuneka simlinde kuzo. Okokugqibela, siza kuva nangezinto ezivuyisayo azithembise abantu abaye banomonde wokumlinda.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share