Footnote
a IZibhalo ziyenza icace into yokuba uMdali wazo zonke izinto nguYehova uThixo. Kodwa abantu abaninzi abayikholelwa loo nto. Bathi ubomi bazivelela. Ngaba izinto abazithethayo zingasenza sithandabuze ukuba zonke izinto zadalwa nguYehova? Ukuba senza yonke into ekufuneka siyenze ukuze siqinise ukholo lwethu kuThixo naseBhayibhileni, soze. Eli nqaku liza kusixelela ukuba singaluqinisa njani ukholo lwethu.