Footnote
a Zonke izinto ezilungileyo zivela kuYehova. Uzinika bonke abantu, nkqu nabo benza izinto ezimbi. Kodwa abona bantu abenzela izinto ezilungileyo ngabakhonzi bakhe abathembekileyo. Kweli nqaku siza kuthetha ngendlela abenzela ngayo izinto ezilungileyo. Siza kubona nendlela abanika ngayo izinto ezilungileyo abakhonzi bakhe abamsebenzela nangezinye iindlela.