Footnote
a UYehova ufuna sibonise uthando olungagungqiyo kubazalwana noodade ebandleni. Ukuze siluqonde kakuhle ukuba luyintoni uthando olungagungqiyo, kufuneka sijonge ukuba abakhonzi bakaThixo bakudala balubonisa njani. Kweli nqaku siza kubona ukuba yintoni esinokuyifunda kuRute, uNahomi, noBhohazi.