Footnote
a Simthanda kakhulu uYehova ibe sifuna ukumenza avuye. Ungcwele, futhi ufuna nathi sibe ngcwele. Kodwa ngaba ingenzeka loo nto kubantu abanesono? Ewe ingenzeka. Into enokusinceda sibe ngcwele kukufunda kwinto eyathethwa ngumpostile uPetros kwamanye amaKristu nakwimithetho uYehova awayinika amaSirayeli.