Footnote
a Akunyanzelekanga ukuba amaKristu athobele uMthetho owabhalwa nguMoses. Kodwa lo Mthetho uthetha ngezinto ezininzi esimele sizenze nesimele singazenzi. Xa sizifunda, siza kuncedakala sithande abantu sivuyise noYehova. Eli nqaku liza kusinceda siqonde ukuba sinokuzisebenzisa njani izinto esizifunda kwiLevitikus isahluko 19 ebomini bethu.