Footnote
b Iivesi ekungathethwanga ngazo kweli nqaku nakwelidlulileyo zithetha ngokungabi namkhethe, ukungcolisa amagama abanye abantu, ukutya igazi, ukusebenzelana needemon, ukuchaza izinto kwangaphambili, nokuziphatha kakubi ngokwesondo.—Lev. 19:15, 16, 26-29, 31.—Jonga inqaku elikule Mboniselo elithi “Imibuzo Evela Kubafundi.”