Footnote
a Xa uYesu wayesithi izimvu ziza kulimamela ilizwi lakhe, wayethetha ukuthi abafundi bakhe baza kuzimamela izinto azifundisayo, bazenze ebomini babo. Kweli nqaku siza kuthetha ngezinto ezimbini uYesu awazifundisayo, ukungabi naxhala lezinto esingenazo nokungabagwebi abanye. Siza kubona ukuba singalisebenzisa njani icebiso asinika lona.