Footnote
a NguYehova odale zonke izinto, ngenxa yaloo nto sifanele simkhonze. Ziyamvuyisa izinto esizenzayo xa simkhonza ukuba siyayithobela imithetho yakhe. Kweli nqaku siza kuthetha ngeendlela eziyi-8 esimkhonza ngazo. Njengoko sizifunda, khangela indlela onokwenza bhetele ngayo uze ubone nendlela ezinokukunceda ngayo wonwabe.