Footnote
a Siphila kumaxesha abangel’ umdla! Ziyenzeka izinto ekwaprofetwa ngazo kwincwadi yeSityhilelo. Zidibana njani nathi ezo ziprofeto? Eli nqaku namanye amabini alandelayo aza kusikrobisa kwizinto ekuthethwa ngazo kule ncwadi yeSityhilelo. Aza kusibonisa ukuba ukuze sihlale sikhonza uYehova uThixo ngendlela ayifunayo, singazenza njani izinto ezibhalwe kuyo.