Footnote
a Eli linqaku lokugqibela kumanqaku athetha ngencwadi yeSityhilelo. Into esiza kuyifunda kweli nqaku kukuba, abantu abahlala bethembekile kuYehova baza kuphila kamnandi kwixesha elizayo, kodwa abaluchasayo ulawulo lukaThixo baza kuthi shu.