Footnote
a Kweli nqaku siza kuthetha ngeendlela ezintathu uYehova abanceda ngazo abakhonzi bakhe banyamezele iingxaki abanazo bevuya. Siza kufunda ngazo kwincwadi kaIsaya isahluko 30. Esi sahluko siza kusikhumbuza ngendlela ekubaluleke ngayo ukuthandaza kuYehova, ukufunda iLizwi lakhe nokucingisisa ngezinto asenzela zona ngoku naseza kusenzela zona kwixesha elizayo.