Footnote
a Uhambo lwamaYuda awayesuka eBhabhiloni esiya kwaSirayeli lwalumelwa yindlela uYehova awayibiza ngokuba “yiNdlela Yobungcwele.” Ngaba nanamhlanje uYehova ubalungiselele indlela efanayo abantu bakhe? Ewe. Ukususela ngo-1919 C.E. abantu abaninzi baye bayishiya iBhabhiloni Enkulu baza bahamba ‘kwiNdlela Yobungcwele.’ Sonke simele sihlale sihamba kuyo side sifike apho siya khona.