Footnote
a Nokuba sisebatsha enyanisweni okanye kudala simkhonza uYehova, kufuneka singemi ndawonye. Kweli nqaku siza kubona ukuba ukuze singemi ndawonye kufuneka siye simthanda uYehova nabantu. Njengokuba ucingisisa ngale nto, khawuzibuze ukuba umthanda kangakanani uYehova nabantu ngoku, nokuba ungenza ntoni ukuze ubathande ngaphezu kokuba ubathanda.