Footnote a IBhayibhile iphinda ibonise ukuba zonke izinto azenzayo uYehova uzenza “ngenxa yegama lakhe.” Ngokomzekelo, uyabakhokela abantu bakhe, abancede, abasindise, abaxolele aze abagcine bephila. Zonke ezi zinto uzenza ngenxa yegama lakhe elikhulu, uYehova.—INdu. 23:3; 31:3; 79:9; 106:8; 143:11.