Footnote
c Ngasekupheleni kweminyaka eyi-40 esentlango, amaSirayeli aphinda afumana amakhulu amawaka ezilwanyana awayezixuthe emfazweni. (Num. 31:32-34) Nangona kunjalo, aqhubeka esitya imana de ayokungena kwiLizwe Lesithembiso.—Yosh. 5:10-12.