Footnote
b IGAMA ELICACISIWEYO: Kweli nqaku nakwelilandelayo, “ukuthandana” kuxa indoda nebhinqa bechitha ixesha kunye ukuze babone ukuba bangatshata na. Kwezinye iindawo kuye kuthiwe kukufundana. Loo nto iqala xa indoda nebhinqa bexelelene ukuba bayathandana, iqhube de bagqibe ekubeni batshate okanye bohlukane.