Footnote
c INGCACISO YEMIFANEKISO: Imifanekiso emithathu ebonisa izizathu zokuba abanye abantu abasemhlabeni basenokungaziva iindaba ezilungileyo: (1) Ibhinqa elihlala apho icawa ephambili isenza singakwazi ukushumayela, (2) indoda nomfazi wayo abahlala apho kungekho mthethweni futhi kuyingozi ukushumayela (3) indoda ehlala emagqagaleni apho kunzima nyhani ukuya khona.