Footnote b Ngaphambi kuka-1957, lo mmandla waseAfrika wawulawulwa yiBritani. Ngelo xesha, wawubizwa ngokuba yiGold Coast.