Footnote a Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile, izixeko zazidla ngokulawulwa ngukumkani. Isixeko esinjalo sasinokuba bubukumkani.—Gen. 14:2.