Footnote d Emva kwemfazwe, umnini wale ndlu wafunda iBhayibhile. Wafa, kodwa umkakhe nabantwana babo ababini baba ngamaNgqina.