Footnote
a UThixo wathi kumaSirayeli: “Nimele niyixhwalekise imiphefumlo yenu,” ngeMini Yocamagusho. (Levitikus 16:29, 31; iKing James Version) Kuthiwa la mazwi athetha ukuba kumele kuzilwe ukutya. (Isaya 58:3) Yiyo loo nto iContemporary English Version isithi: “Umele ungatyi ukuze ubonise ukuba uyazisola ngezono zakho.”