IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

c  Ngokwembali yokuzila ukutya kangangeentsuku eziyi-40 ngaphambi kwepasika, iNew Catholic Encyclopedia ithi: “Kwiinkulungwane ezintathu zokuqala, ixesha lokuzila ukutya ukuze kulungiselelwe ipasika lalidla ngokuba lusuku okanye iintsuku ezimbini lize lingadluli kwiveki. . . . Kuqalwa ukuthethwa ngeentsuku eziyi-40 kumthetho wesihlanu weBhunga LaseNicaea (325), nangona abanye abaphengululi besithi kusenokwenzeka ukuba akuthethwa ngexesha langaphambi kwepasika.”​—Uhlelo Lwesibini, Umqulu 8, iphepha 468.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share