Footnote
a Oku kutshaya sithetha ngako apha kukufunxa umsi wecuba kwifegi, ii-okapayip noopayip abenzelwe ukutshaya bamanzi. Kodwa ke, imigaqo eseBhayibhileni ngokufanayo iyangena ekusetyenzisweni kwecuba elihlafunwayo, i-sniff, namacuba afakwe ikotini nezinto ezinjalo.