Julayi Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso, YangoJulayi-Agasti 2023 Julayi 3-9 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO “Sukuwuphazamisa Umsebenzi” INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU “Ukuthethelela Iindaba Ezilungileyo Ukuba Zibe Semthethweni Julayi 10-16 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO Indlela Yokuziphatha KaEzra Yazukisa UYehova Julayi 17-23 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO Imiphumo Ebuhlungu Yokungathobeli Julayi 24-30 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO “Ngoko Nangoko Ndathandaza” Julayi 31–Agasti 6 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO Ngaba Uzibona Ubhetele Ukuba Ungenza Umsebenzi Wezandla? Agasti 7-13 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO UNehemiya Wayengafuni Ukusetyenzelwa, Naye Wayesebenza INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU Basebenza Nzima Ukuze Bancede Thina Agasti 14-20 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza” INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU Ungakwazi Ukunceda Intsapho Yakho Yonwabe Nangakumbi Agasti 21-27 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO Bancama Izinto Zabo Ngenxa KaYehova INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU Ziintoni Ozimisele Ukuzenza Kulo Nyaka Umtsha Wenkonzo? INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU Iphulo Elikhethekileyo Lokushumayela NgoBukumkani BukaThixo NgoSeptemba! Agasti 28–Septemba 3 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO Nyaniseka KuYehova Xa Ukhetha Abahlobo INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU Linganisa Uthando LukaYehova Olungagungqiyo YIKHUTHALELE INTSIMI Iincoko Onokuzisebenzisa