IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 129
  • Lingoku Ixesha!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Lingoku Ixesha!
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngaba Uza Kuhlala Unengqibelelo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
  • Kutheni Ufanele Uhlale Unengqibelelo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
  • Hlala Uthembekile!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2019
  • Hamba Engqibelelweni
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2004
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 129

INgoma 129

Lingoku Ixesha!

(Marko 13:10)

1. Kulixesha lok’hamba

S’shumayel’ iZwi l’kaYa.

Singabi nokoyika,

S’thethe ngal’ ulaw’lo lukaYa.

Silumkise bonke abantu

Basabe kwiBhabhel’ Enkulu.

Nasekubethweni nguKristu.

Silwel’ indlu kaThixo wethu.

Kulixesha lokuba shushu.

2. Kulixesha lokuba

Nothando ngok’sebenza,

Sinced’ abazalwana,

Singazingci xa s’khonz’ uThixo,

Sibaninzi noba simbalwa.

Sibe nothando ngenyaniso,

Zesizuz’ eyakh’ inkoleko,

Thina s’gcine ingqibelelo.

Kulixesha lay’ intembeko.

3. Kumlo wokugqibela

Uloyiso lofika.

Bophela ubumnyama.

Ze kuvele konk’ ukukhanya.

Bayovuswa abafileyo,

Bafunde ngoNyana kaThixo.

Zingabi sabakho needemon,

Konke kokuthethwe nguThixo.

Kulixesha lentshumayelo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share