IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 180
  • EkaThixo Incwadi—Bubuncwane

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • EkaThixo Incwadi—Bubuncwane
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Incwadi KaThixo—Ixabisekile
    Culela UYehova
  • Incwadi KaThixo​—⁠Ixabisekile
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Umbulelo Ngomonde Wobuthixo
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Funa UYehova Ukuze Usinde
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 180

INgoma 180

EkaThixo Incwadi—Bubuncwane

(IMizekeliso 2:1)

1. Kukho incwadi ngamaphepha ayo

Ezis’ uxolo kwanokuvuya.

Iingcinga zayo zizele ngamandla;

Iphilisa “abafi” ‘neemfama.’

Loo ncwadi yiBhay’bhile kaYehova.

Yabhalwa ngabaphefumlelweyo.

Ngabantu abathanda uYehova

Nabatshiswa ngumoya kaThixo.

2. Babhala ingxel’ ngendalo kaThixo,

Ukuba ngamandl’ akhe yabakho.

Besithi umntu wakhe wafezeka

Nokuduka kweParadis’ ngoko.

Baxela nanges’thunywa esithile

Esacela umngen’ ulongamo,

Esabangel’ intlungu kwanesono,

Kamsinyane woba noloyiso.

3. Namhla siphila kumaxesh’ ovuyo.

Luzelwe ulaw’lo lukaThixo.

Ngumhla wokusindisa kukaThixo

Bonke abo basondela kuye.

Kuy’ incwadi yakhe kukh’ ezi ndaba;

Az’nak’thelekiswa negolide.

Izithembiso zayo z’ncamisile;

Lelona bali lakhe lalihle.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share