IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 162
  • “Livakalise ILizwi”!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Livakalise ILizwi”!
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • ‘Shumayela ILizwi’
    Culela UYehova
  • ‘Shumayela ILizwi’
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Masivakalise Ezi Ndaba Zilungileyo ZoBukumkani
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Zishunyayelwa Njani Iindaba Ezilungileyo?
    Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!—Incoko Efundisa NgeBhayibhile
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 162

INgoma 162

“Livakalise ILizwi”!

(2 Timoti 4:2)

1. ‘Vakalis’ iZwi’ ngokuba

Uyalele uThixo.

Silinikiwe ithuba

Lokuthobel’ uthumo.

‘Vakalis’ iZwi,’ fundisa

Abathozamileyo.

Mus’ ukuthingaz’ uk’thetha

Nabazalis’ iz’trato.

2. ‘Vakalis’ iZwi’ kubantu

Lonk’ ixesha uthethe,

Wazise nangesizathu

Sethemb’ onalo kuwe.

‘Vakalis’ iZwi,’ kwabanye

Nakuba kukh’ inkcaso,

Kolu thumo uthembeke;

Wayame ngay’ uThixo.

3. ‘Vakalis’ iZwi’ nges’bindi

Ukuze beve bonke.

Isiphelo sikufuphi

Nobubi besamele.

‘Vakalis’ iZwi,’ xelela

Abanye ngosindiso.

‘Vakalis’ iZwi, lixesha

Lokuthethel’ uThixo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share