IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 17
  • “Umbethe” KaYehova Phakathi Kwezizwe

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Umbethe” KaYehova Phakathi Kwezizwe
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Abantu Abaselula Abanjengamathontsi Ombethe Ohlaziyayo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2002
  • Ngaba Kuwe Intsimi Injengombethe?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2016
  • Ngaba Uyabahlaziya Abanye?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2007
  • UThixo Owonwabileyo, Abantu Abonwabileyo!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1987
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 17

INgoma 17

“Umbethe” KaYehova Phakathi Kwezizwe

(INdumiso 110:3)

1. Intle gqitha njengombethe

Intsalela kaKristu.

Njengob’ ime kunye naye,

Uy’xabisa kakhulu.

2. Phakathi kwabo abantu

Izicaka z’kaThixo

Zihlaziya njengombethe.

Zisukela uxolo.

3. Abahlobo bentsalela

Bancedisa kakhulu.

Izimv’ ezinjengombethe;

Zivuya nayo ngoku.

4. Baninz’ abalulwelayo

Udumo lukaThixo.

Soba njengombethe nathi

Ngoxa s’thetha ngoLaw’lo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share