IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 75
  • Ukumdumisa Ngovuyo UYehova

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ukumdumisa Ngovuyo UYehova
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Gcobani Ngethemba LoBukumkani!
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Ukuzukisa UBawo Wethu, UYehova
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Thelelani Kwingoma YoBukumkani!
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Ahlulelwe Ukuba Ngabakhonzi Abanovuyo Ehlabathini Lonke
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1997
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 75

INgoma 75

Ukumdumisa Ngovuyo UYehova

(INdumiso 63:5)

1. Sinikela indumiso

Ngemileb’ enok’chwayita.

Kuba konk’ es’kufunayo

UThixo uyosinika.

Ngentliziyo nemigcobo

UYehova somvumela,

Yaye sihlale sinombulelo;

Ke, ngoku siyamvuyela.

2. Ngothando was’nik’ uNyana

Ukuze thina sisinde.

S’phakamis’ igama l’kaYa;

S’thandazela adunyiswe.

Sixabisa ubuhlobo,

Njengent’ enqabe ngenene.

Lona uthando, olwentliziyo,

Alunakuze luphele.

3. S’yal’bona olwakh’ uzuko.

Sivuya kub’ es’khokele!

S’nqul’ uYa ngok’pheleleyo,

Yaye ke kuye s’thembele.

Nasemthunzini weempiko

Zakhe thina s’khuseleke!

Iintliz’yo zethu z’vuma ngovuyo;

Kuba simthanda ngenene.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share