IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 37
  • Ukuzenzela Igama Elilungileyo NoThixo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ukuzenzela Igama Elilungileyo NoThixo
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Silungiselela Ukushumayela
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Ukulungiselela Ukushumayela
    Culela UYehova—Iingoma Ezintsha
  • Masizenzele Igama Elihle KuThixo
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Isifundo 3
    Izifundo Endizifunda EBhayibhileni
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 37

INgoma 37

Ukuzenzela Igama Elilungileyo NoThixo

(INtshumayeli 7:1)

1. Ngumnqweno wethu

Uk’vunywa nguThixo.

Ukumkholisa

Sokufuna njalo.

Njengoko siqonda,

S’ngazenzel’ igama

El’ngaba lihle

NoYehova (solenza).

2. Ngezenzo zethu

Sizenzel’ igama.

Oko ngumnqweno

Wethu onamandla.

Xa sime ngakuYa,

Sozenzel’ igama;

Neentsikelelo

Sozizuza (ke thina).

3. Ke soba nalo

Ngokumamel’ uYa.

Simele s’kwenze

Ngoxa sisaphila.

Ukuba s’khusela

ILizwi likaYa,

Woba nguMhlobo

Lonk’ ixesha (somthanda).

4. Le mihla mibi,

Mas’be nenyathelo

Lokwenz’ igama

Elihle noThixo.

Masenze okuhle,

Sibe ngamanene,

Sishumayele

Ngamandl’ onke (ngenene).

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share