IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 208
  • Ingoma Yokuchwayita

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ingoma Yokuchwayita
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Ekugqibeleni—Ubomi Abusenasiphelo!
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Ingoma YOsenyangweni
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Idinga LikaThixo LeParadisi
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Cula Nathi Ingoma YoBukumkani!
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 208

INgoma 208

Ingoma Yokuchwayita

(ISityhilelo 11:15)

1. Kukho intswahla Kuqhwatyw’ izandla

Kuba uKrist’ usetroneni.

Kukhal’ iinkcenkce, Ngamayeyeye.

Kukh’ imincili emhlabeni:

(Chorus)

2. Ngok’shumayela Nokubuyela

Izimvu zonke ziza k’Thixo.

Nazo zivuma Zinokuvuya,

Kwindalo yonke ngawo lo mhla.

(Chorus)

3. Masiqhubane Ngay’ imfesane

Nabazalwana bethu bonke.

Ngokuhlokoma Kwayo le ngoma

Mas’dumis’ uYa simanyene.

(CHORUS)

Ngumhla kaThixo lo (Chway’tani)

Lobakh’ uLawulo. (Nonwabe)

Makube luyolo (Bagcobe)

Bonke badumis’ uThixo:

“Sixhomekeke kuwe Yehova,

NoNyana wakho ngosindiso.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share