INgoma 219
Itrone KaYehova Yasezulwini
1. Ke wena Bawo, unguThixo.
Wen’ umkhulu yay’ unalo uzuko (unalo).
Yehov’ urhangqwe kuk’khazimla.
Wena ungowoxolo, Nokuzola.
2. ‘Won’ amadoda amakhulu,’
Angabo ooKumkani nay’ uKristu (phezulu).
Izintw’ ezine z’yasazisa:
Zith’ ufanel’ imbeko, USomandla.
3. Wodudumisa wena Thixo.
Bonke mabathobele Inyaniso (ekhoyo).
Ulwandle olungcwengileyo.
Lubonis’ ubunyulu Bakho Thixo.
4. Lombon’ usenza sik’zukise,
Kuba unguSomandla, Ungongcwele. (Ngoko ke)
UYesu ngoku uyalaw’la.
Siza kuwe Ya ngaye Sik’dumisa.