IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 163
  • Isiqhamo Somoya

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Isiqhamo Somoya
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Nizeke Kade Umsindo
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Imibuzo Evela Kubafundi
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2020
  • Ngaba Uya ‘Kuqhubeka Uhamba Ngokomoya’?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2007
  • Ngaba Uyawuvumela Umoya KaThixo Ukuba Ukukhokele?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 163

INgoma 163

Isiqhamo Somoya

(Galati 5:22, 23)

1. Is’qhamo somoya kaThixo

Masisivelise, sis’gcine,

Ukuze simnike imbeko,

Sizuze nobomi kuye.

Masibonise maxa onke

Uthand’ oluhlambuluk’leyo,

Sizam’ ukuhlala sivuya

Ngovuy’ ol’somelezayo.

2. Uxolo l’kaThixo lolwethu,

Yaye lusigcina s’manyene.

Ke masizeke kad’ umsindo,

Ukuze sibe nomonde.

Mihl’ imiphumo yobubele

Obenza abantu basive!

Uk’lunga kus’nceda sigcine

Ihambo emsulwa nentle.

3. Intembek’ iyas’khaliphisa

Ze somelele ebomini.

Buyinto entle nobulali!

Buthothis’ ukungevani.

K’funeka kwanokuzeyisa,

Ze sikwazi uk’faneleka.

UYa uthand’ abanez’qhamo;

Mas’hlale siz’hlakulela.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share